Tag Archives: ACSA

Kulindeleke kubanjwe abanye abarhanelwa kuphango lwesikhululo senqwelo moya iOR Tambo

Kulindeleke kubanjwe abanye abarhanelwa kuphango lwesikhululo senqwelo moya iOR Tambo

Kuphango lakutsha nje lesikhululo senqwelo moya iOR Tambo, ibambela lomkomishinala wamapolisa uNjengele Khomotso Phahlane uthi, kulindeleke kubanjwe abanye abarhanelwa ababandakanyeka koluphango.

Top